Country Girl album cover

Zahara – Izintaba Lyrics

African

Ngapha nangapha ndiv' amagama am
Bayandibiza, ndiv' ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa

Ngapha nangapha ndiv' amagama am
Bayandibiza, ndiv' ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa
Kodwa ndinethamsanqa

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' intaba ziwela kum

Ndivuke kubalel' engqondweni yam
Ndipheth' intliziyo yam ngezandla
Kodw' ithemba lam likhona
Kuzoba luhlaza ngomso

Kuz' izaqhwithi
Kuz' izivunguvungu
Khawuleza
Khawuleza

Kuz' izaqhwithi
Kuz' izivunguvungu
Khawuleza
Khawuleza

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' intaba ziwela kum

Kuz' izaqhwithi
Kuz' izivunguvungu
Khawuleza
Khawuleza

Kuz' izaqhwithi
Kuz' izivunguvungu
Khawuleza
Khawuleza

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela

Zonk' intaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk' intaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk' intaba ziwela kum

Comments (0)